Luke 18:36 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yati yakuva isihlwele sidlula, yabuza ukuba kungati nina oku.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ithe yakuva kudlula isihlwele, yamana ibuza ukuba ingaba yintoni na le.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ithe yakuva kudlula isihlwele, yamana ibuza ukuba ingaba yintoni na le.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yakuva kudlula isihlwele, yabuza ukuba ngaba yintoni na le.