Luke 18:38 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yaza yamemeza, isiti: Yesu, nyana ka‐Davide! yiba netaṙu kum.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yabhomboloza isithi, Yesu, nyana kaDavide, ndenzele inceba.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yabhomboloza isithi, Yesu, nyana kaDavide, ndenzele inceba.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yaza yabhomboloza isithi: “Yesu, Nyana kaDavide, ndenzele inceba!”