Luke 18:39 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baza abo babehamba pambili bayiyala, ukuba iti tu: kodwa yona yabidanduluka ngento enkulu ngakumbi, isiti: Nyana ka‐Davide! yiba netaṙu kum.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Baye abo babehamba ngaphambili beyikhalimela, ukuba ithi tu; kwaba kukhona ke yona ikhalayo ngakumbi, isithi, Nyana kaDavide, ndenzele inceba.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Baye abo babehamba ngaphambili beyikhalimela, ukuba ithi tu; kwaba kukhona ke yona ikhalayo ngakumbi, isithi, Nyana kaDavide, ndenzele inceba.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abo babehamba ngaphambili bayikhalimela ukuba ithi tu, kodwa kwaba kukhona yona ikhwazayo ngakumbi, isithi: “Nyana kaDavide, ndenzele inceba!”