Luke 18:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaza kwamzuzu engavumi; kodwa kamva wati pakati kwake: Nakuba utixo ndingamoyiki, nomntu ndingamhloneli,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwaba mzuzu engavumi; kodwa kamva wathi ngaphakathi kwakhe, Nakuba ndingamoyiki uThixo, ndingamhlonele nomntu:
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwaba mzuzu engavumi; kodwa kamva wathi ngaphakathi kwakhe, Nakuba ndingamoyiki uThixo, ndingamhlonele nomntu;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwaba mzuzu engavumi, kodwa kamva waqiqa esithi: ‘Nakuba ndingamoyiki uThixo, ndingahloneli namntu,