Luke 18:41 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
esiti: Unga ndingakwenzela nto nina? Yayisiti: Nkosi! ndinga ndingamkela ukubona kwam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
esithi, Ufuna ukuba ndikwenzele ntoni na? Ithe ke yona, Nkosi, ukuba ndibuye ndibone.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
esithi, Ufuna ukuba ndikwenzele ntoni na? Ithe ke yona, Nkosi, ukuba ndibuye ndibone.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ufuna ukuba ndikwenzele ntoni na?” Yathi imfama kuye: “Nkosi yam, ndicela ukuba ndibuye ndibone.”