Luke 19:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba unyana wesintu weza ukufuna nokusindisa okulahlekileyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kuba uNyana woMntu weza kufuna nokusindisa oko kulahlekileyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba uNyana woMntu weza kufuna nokusindisa oko kulahlekileyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku yena *uNyana woLuntu wezela ukufuna kwanokusindisa abantu abalahlekileyo.”