Luke 19:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati ngoko: Itshawe elitile lahambela ezweni elikude, ukuya kuzamkelela ubukumkani, nokubuya.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi ngoko, Umntu othile olinene wahambela ezweni elikude, eya kuzamkelela ubukumkani, aze abuye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uthe ngoko, Umntu othile olinene wahambela ezweni elikude, eya kuzamkelela ubukumkani, aze abuye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke wathi: “Inkosana ethile yahambela kwilizwe elikude, isiya kuthatha amagunya okulawula, iza kubuya ibuye.