Luke 19:23 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ibiyinina pofu ukuba akwabeka imali yam ebankeni? ndaye ndinga ndite mna, ndakufika, ndabanga yona kunye nokwanda kwayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ibiyini na phofu, ukuba ungayibeki imali yam ebhankini, ndaza mna ekufikeni ndaba ndiyibize inenzala?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ibiyini na phofu, ukuba ungayibeki imali yam ebhankini, ndaza mna ekufikeni ndaba ndiyibize inenzala?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kutheni ke imali le yam ungayigcinisanga ebhankini, ze ke mna ekufikeni kwam ndiyifumane inenzala?’