Luke 19:26 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ndisiti kuni: Bonke abanako baya kupiwa: kanti ongenako, uya kuhlutwa kwa oko anako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba ndithi kuni, Wonke umntu onako uya kunikwa; ongenako ke, uya kuhluthwa kwanoko anako.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba ndithi kuni, Wonke umntu onako uya kunikwa; ongenako, uya kuhluthwa kwanoko anako.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yathi: ‘Inene, wonke umntu onolutho uya kunikwa; ongenanto ke, uya kuhluthwa kwanaloo nto anayo.