Luke 19:27 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa intshaba zam ezo, ezibe zingavumi ukuba ndibe ngukumkani pezu kwazo, ziziseni apa, nizibulale pambi kwam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke zona ezo ntshaba zam zazingathandanga ukuba ndibe ngukumkani phezu kwazo, ziziseni apha, nizincinithe phambi kwam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke zona ezo ntshaba zam zazingathandanga ukuba ndibe ngukumkani phezu kwazo, ziziseni apha, nizincinithe phambi kwam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke zona ezo ntshaba zam zingafunanga ukuba ndibe ngukumkani wazo, ziziseni apha, nizibulale apha phambi kwam.’ ”