Luke 19:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yabifuna ukubona u‐Yesu, ukuba unjanina; yabikohlwa ke ngenxa yesihlwele, ngokokuba ibincinane ubude bayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yayifuna ukumbona uYesu, ukuba ngubani na; ayaba nako ngenxa yendimbane, ngokuba ngesithomo yayimfutshane.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yayifuna ukumbona uYesu, ukuba ngubani na; ayaba nako ngenxa yendimbane, ngokuba enesiqu esincinane.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yayifuna ukubona uYesu, kodwa ngenxa yokusithwa yindimbane ayaba nako, kuba yayimfutshane ngesithomo.