Luke 19:32 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bemka abo babetunyiwe, baya bafumana njengokuba ebetshilo kubo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Basuka ke baya abo babethunyiwe, bafumana kunjengoko abekutshilo kubo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Basuka ke baya abo babethunyiwe, bafumana kunjengoko abekutshilo kubo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Basuka ke baya abo babethunyiwe, bafika kunjengoko wayetshilo uYesu.