Luke 19:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yaza yagidimela pambili, yakwela emtini wesikamore, ukuze imbone: ngokuba ebeza kudlula ngalo ndlela.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yagidima ngaphambili, yakhwela kumthombe ukuze imbone;ngokuba ebeza kudlula ngapho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabaleka ke, wakhwela emthini womthombe ukuba ambone, kuba wayeza kudlula ngaloo ndlela.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yabaleka ke, yaya ngaphambili, yakhwela emthini womthombe ukuze imbone, kuba wayeza kudlula apho.