Luke 19:40 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wapendula wati kubo: Nditi kuni: Ukuba aba bati tu, amatye aya kudanduluka.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waphendula wathi kubo, Ndithi kuni, kungathi kuthe cwaka aba, kunkqangaze amatye la.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waphendula wathi kubo, Ndithi kuni, kuthe cwaka aba, kunkqangaze amatye la.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waphendula wathi kubo: “Inene, kungáthi nje kukhe kwathi cwaka aba, kunkqangaze namatye la.”