Luke 19:43 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba imihla iya kuza pezu kwako, nxa ziya kuti intshaba zako zibeke udonga ngento ekungqongayo, zikuṙaule, zikuvingcele ngamacala onke,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba uya kufikelwa yimihla, eziya kuthi iintshaba zakho zikubiyele ngodonga, zikungqinge, zikuxine ngeenxa zonke,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba uya kufikelwa yimihla, eziya kuthi iintshaba zakho zikubiyele ngothango, zikurhangqe, zikuxine ngeenxa zonke;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kuya kufika imihla eziya kuthi iintshaba zakho zakhe udonga lokuzikhusela ekukuhlaseleni kwazo, zikungqinge, zikuxine macala onke.