Luke 19:48 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kanti bebengafumani into abangayenzayo; ngokuba abantu bonke bebesiti nama kuye ukupulapula.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Baye ke bengafumani nto bangayenzayo; kuba bonke abantu babenamathele kuye, bemphulaphula.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Baye ke bengafumani nto banokuyenza, kuba bonke abantu babemlalele ngenyameko.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kodwa ababanga nakufumana nto banokuyenza, kuba bonke abantu babenamathele kuye, bemphulaphula.