Luke 2:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yayisiti kubo ingelosi leyo: Ningoyiki; ngokuba, bona ke, ndinishumayeza indaba zovuyo olukulu, oluya kuba lolwabantu bonke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Isithunywa eso sathi kubo, Musani ukoyika; kuba, yabonani, ndinishumayeza iindaba ezilungileyo zovuyo olukhulu, oluya kuba kubo bonke bantu;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Sathi kubo isithunywa, Musani ukoyika; kuba, yabonani, ndinishumayeza iindaba ezilungileyo zovuyo olukhulu, oluya kuba kubo bonke abantu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Isithunywa ke sathi kubo: “Musani ukoyika; kaloku ndinizisele iindaba ezimnandi zovuyo olukhulu oluya kuba kubo bonke abantu.