Luke 2:31 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
olo ululungisileyo ngasebusweni bezizwe zonke;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Olulungisileyo ebusweni bazo zonke izizwe,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Owulungisileyo phambi kobuso babantu bonke;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
olulungiselele bonke abantu,