Luke 2:39 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku xeshekweni bebegqibele zonke izinto ezinjengokwomteto wenkosi, babuyela e‐Galili, esixekweni sabo e‐Nazarete.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bakuba bezigqibile zonke izinto ngokomthetho weNkosi, babuyela kwelaseGalili, emzini wabo iNazarete.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bakuba bezigqibile zonke izinto ngokomthetho weNkosi, babuyela kwelaseGalili, emzini wabo iNazarete.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bakuba ke bezifezekisile zonke izinto ngokomthetho weNkosi, babuyela eNazarete, idolophu yakowabo kwelaseGalili.