Luke 2:40 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati umntwana wakula, waba namandla emoyeni, ezaliswa ngobulumko; nofefe lukatixo lwalupezu kwake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku wakhula umntwana, waya esomelela emoyeni, ezele bubulumko; lwaye nobabalo lukaThixo luphezu kwakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku wakhula umntwana, waya esomelela emoyeni, ezele bubulumko; lwaye nobabalo lukaThixo luphezu kwakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku uYesu wakhula, waya esomelela, enobulumko obukhulu, ubabalo lukaThixo lunaye.