Luke 2:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaye kute bakuba bebekona, zazaliseka imihla yokuba azale.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku kwathi, xa bakhona, yazaliseka imihla yokuba azale.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku kwathi, xa bakhona, yazaliseka imihla yokuba azale.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kwaza kwathi belapho lafika ixesha lokubeleka kwakhe.