Luke 2:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wazala unyana wake owamazibulo, wamsongela eziqiyeni, wamlalisa emkombeni wesitale; ngokuba bebengenandawo pakati entangeni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wamzala unyana wakhe wamazibulo, wamsongela eziqhiyeni, wamlalisa emkhumbini wesitali, ngenxa enokuba babengenandawo endlwini yabahambi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wamzala unyana wakhe wamazibulo, wamsongela eziqhiyeni, wamlalisa emkhumbini wesitali, ngokuba babengenandawo endlwini yabahambi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wamzala ke unyana wakhe wamazibulo, wamsongela eziqhiyeni, wamlalisa emkhumbini wesitali, kuba kwakungekho ndawo endlwini yabahambi.