Luke 20:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wati umninisitiya: Ndiya kwenza nto nina? ndiya kutuma unyana wam otandiweyo; kungaba lo bakumbona baya kumhlonela.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uthe ke umninisidiliya, Ndiya kuthini na? Ndiya kuthuma unyana wam oyintanda; mhlawumbi, bakumbona, bangamhlonela yena.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uthe ke umninisidiliya, Ndiya kuthini na? Ndiya kuthuma unyana wam oyintanda; mhlawumbi bomhlonela yena.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathi umnini-sidiliya: ‘Ndiya kuyithini na le nto? Mandithume unyana wam endimthandayo. Mhlawumbi bomhlonela yena.’