Luke 20:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
bateta kuye, besiti: Sixelele, uzenza ezizinto ngegunya lanina? umhlaumbi ungubanina owanika kuwe eligunya?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bathetha kuye besithi, Sixelele; uzenza ngagunya lini na ezi zinto? Kanjalo ngubani na okunike eli gunya?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bathetha kuye besithi, Sixelele; uzenza ngagunya lini na ezi zinto? Ngubani na ke okunike eli gunya?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bona bathetha naye besithi: “Khawutsho: ezi zinto uzenza ngagunya lini? Ingubani kakade okunike elo gunya?”