Luke 20:26 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Zakohlwa ke kukubamba amazwi ake ebusweni babantu: zaza zatela nqa impendulo yake, zati cwaka.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Zakhohlwa ukumbambisa ngamazwi phambi kwabantu, zamangaliswa yimpendulo yakhe, zathi cwaka.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ababa nako ukumbamba amazwi akhe phambi kwabantu; bamangaliswa yimpendulo yakhe; bathi cwaka.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Zakhohlwa ukumbambisa ngamazwi phambi kwabantu, zaza zathi cwaka, zimangalisiwe yimpendulo yakhe.