Luke 20:31 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza owesitatu wamzeka; benje njalo kwa nabasixe̔nxe; abashiya bantwana ke, bafa nokufa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nowesithathu wamzeka; benjenjalo ke bosixhenxe, bafa bengashiyanga bantwana.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nowesithathu wamzeka; Benjenjalo ke bosixhenxe, bafa bengashiyanga bantwana.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wenjenjalo nowesithathu. Bada baba naye bosixhenxe, kodwa abashiya mntwana.