Luke 20:45 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku nxa bebesiva bonke abantu, wati kubadisipile bake:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku, bakubon ukuba bayeva bonke abantu, wathi kubafundi bakhe,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku, bakubon’ ukuba bayava abantu bonke, wathi kubafundi bakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku, besiva bonke abantu, uYesu wathi kubafundi bakhe: