Luke 20:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa ukuba siti: Ebantwini; bonke abantu bosigibisela ngamatye: ngokuba bekoliwe ukuba u‐Johane ebengumprofite.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba ke sithe, Lwaphuma ebantwini, bonke abantu bosigibisela ngamatye; kuba beyisekile ukuba uYohane ungumprofeti.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba ke sithe, Lwaphuma ebantwini; bonke abantu bosigibisela ngamatye; kuba beyisekile ukuba uYohane ubengumprofeti.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuba sithe: ‘Lwavela ebantwini,’ bonke abantu bosixuluba ngamatye, kuba babemvuma uYohane ukuba *ungumshumayeli.”