Luke 20:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza waqala ukuteta ebantwini umzekeliso lo: Umntu otile watyala isitiya, wasiqashisela kubalimi, wahambela kwelinye ilizwe kwada kwakade.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku waqala wathetha ebantwini lo mzekeliso: Umntu othile watyala isidiliya, waqeshisa ngaso kubalimi, wahambela kwelinye ilizwe umzuzu owaneleyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waza waqala wathetha ebantwini lo mzekeliso; Ubani watyala isidiliya, waqeshisa ngaso kubalimi, wahambela kwelinye ilizwe umzuzu owaneleyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke uYesu wabenzela umzekeliso abantu, wathi: “Umntu othile watyala isidiliya, waqeshisa ngaso kubalimi, wahambela kwelinye ilizwe ixesha elide.