Luke 21:22 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba iyimihla yempindezelo le, yokuba kuzaliseke zonke izinto eziba̔liweyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba yimihla yempindezelo leyo, ukuze kuzaliseke konke okubhaliweyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba yimihla yempindezelo leyo, ukuze kuzaliseke konke okubhaliweyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yoba yimihla yempindezelo leyo, ukuze kuzaliseke konke okubhalwe *eziBhalweni.