Luke 21:23 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Hai kodwa ubunzima babo abamitiyo nabanyisayo kuleyomihla! ngokuba kuya kubako ubunzima obukulu elizweni, nomsindo pakati kwabantu aba.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yeha ke, abamithiyo nabanyisayo ngaloo mihla; kuba kuya kubakho ingxakeko enkulu phezu kwawo umhlaba, nengqumbo kwaba bantu;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yeha ke, abamithiyo nabanyisayo ngaloo mihla! kuba kuya kubakho ingxakeko enkulu ezweni, nengqumbo kwaba bantu;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Hayi ke abanzima nabanyisayo ngaloo mihla! Kuya kubakho imbandezelo enkulu elizweni, ingqumbo kaThixo ibe phezu kwaba bantu.