Luke 21:26 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
zibohla intliziyo zabantu ngokwoyika nokukangela izinto ezizayo emhlabeni: ngokuba amandla asezulwini eya kuzanyazanyiswa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
abantu besifa kukoyika nakukulindela izinto ezilizelayo elimiweyo; kuba amandla ezulu aya kuzanyazanyiswa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Abantu besifa kukoyika nakukulindela izinto ezilizelayo elimiweyo; kuba amandla ezulu aya kuzanyazanyiswa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abantu boba besifa luloyiko, bexhalabele izinto ezilifikelayo ihlabathi, kuba konke okunamandla esibhakabhakeni kodunga-dungeka.