Luke 21:35 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngokuba njengomgibe iya kuza pezu kwabo bonke abahleli pezu kwobuso bomhlaba wonke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba iya kubazela njengomgibe bonke abahleliyo phezu kwehlabathi lonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba iya kubazela njengomgibe bonke abahleli phezu kwehlabathi lonke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kuba iya kubafikela ngokomgibe bonke abahleliyo phezu kwehlabathi lonke.