Luke 21:38 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baye bonke abantu besiza kusasa kuye etempileni, ukuza kumva.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bonke ke abantu babesiza kuye kwakusasa etempileni, ukuba beve ukuthetha kwakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Baye bonke abantu besiza kuye kwakusasa etempileni, ukuba bamve.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwakusasa bonke abantu babesiza kumphulaphula endlwini kaThixo.