Luke 21:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngokuba bonke aba bebefaka eminikelweni katixo kubo ubuninzi babo; kodwa lo kuko ukuswela kwake ebefaka kwa konke abenokupila ngako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kuba bonke aba baphose eminikelweni kaThixo, bethabatha kwintabalala yabo; ukanti lo, ekusweleni kwakhe, uphose yonke impilo abenayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba bonke aba baphose eminikelweni kaThixo, bethabatha kwintabalala yabo; ukanti lo, ekusweleni kwakhe, uphose yonke impilo abenayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kuba bonke aba banikele kuThixo bethatha ebutyebini babo, kanti yena, eswele nje, unikele ngako konke abenokuphila ngako.”