Luke 22:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati yena kubo: Bona ke, nakuba ningene esixekweni, niya kukaulelwa ngumntu etwele umpanda wamanzi; mlandeleni yena niye endlwini apo angena kona.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uthe ke yena kubo, Yabonani, nakungena kuwo umzi lo, nohlangatyezwa ngumntu ethwele umphanda wamanzi; mlandeleni, niye endlwini angena kuyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uthe ke yena kubo, Yabonani, nakungena kuwo umzi lo, nohlangatyezwa ngumntu ethwele umphanda wamanzi; mlandeleni, niye endlwini angena kuyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathi kubo: “Khangelani, nakungena esixekweni, nodibana nomfo ophethe ingqayi yamanzi. Ze nimlandele, niye kuloo ndlu angena kuyo;