Luke 22:15 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wati kubo: Asi nokuba ndinqwenele lepasika ukuyitya ndawonye nani, ndingekeva intlungu:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi kubo, Asikuko nokuba ndinqwenile ukuyidla nani le pasika, ndingekabuva ubunzima.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi kubo, Asikuko nokuba ndinqwenile ukuyidla nani le pasika, ndingekabuva ubunzima;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
waza wathi kubo: “Bendilangazelela kakhulu ukuyitya kunye nani le Pasika, ndingekabuva ubunzima.