Luke 22:19 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza watabata isonka, wabulela, waqezula, wabanika, esiti: Esi singumzimba wam, onikelwa nina; kwenzeni oku kube kukukunjulwa kwam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathabatha isonka, wathi akubulela waqhekeza, wabanika, esithi, Ngumzimba wam lo, onikelwa ngenxa yenu; oku kwenzeleni ukundikhumbula.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathabatha isonka, wathi akubulela, wasiqhekeza, wabanika, esithi, Ngumzimba wam lo, onikelwa ngenxa yenu; oku kwenzeleni ukundikhumbula.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathatha isonka ke, wabulela, wasiqhekeza, wabanika esithi: “Ngumzimba wam lo [onikelwa ngenxa yenu. Oku kwenzeleni ukundikhumbula.”