Luke 22:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
baza bafuna abaperisite abakulu nababa̔li ukuba bangati nina ukumbulala; ngokuba bebesoyika abantu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Baye ababingeleli abakhulu nababhali befuna ukuba bangathini na ukumbulala, kuba bebesoyika abantu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Baye ababingeleli abakhulu nababhali befuna ukuba bangathini na ukumbulala; ngokuba bebesoyika abantu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke ababingeleli abaziintloko nabachazi-mthetho babefuna indlela efihlakeleyo yokumbulala uYesu, kuba babesoyika abantu.