Luke 22:23 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baza baqala ukubuzisana omnye nomnye, ukuba angaba nguwupina kubo oza kuyenza lento.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Baqala bona ukubuzana phakathi kwabo, ukuba ingaba ke nguwuphi na kubo, oza kuyenza le nto.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Baqala bona ukubuzana phakathi kwabo, ukuba ingaba ke nguwuphi na kubo, oza kuyenza le nto.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Baza ke bona babuzana bodwa ukuba ngaba ngubani na kubo oza kuyenza le nto.