Luke 22:24 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwabekuko nepike pakati kwabo, ukuba nguwupina wakubo obalwayo ngokuba mkulu kwabanye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku kwabakho nokubangisana phakathi kwabo, kokuthi, nguwuphi na kubo ekungathiwa ngomkhulu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku kwabakho nokubangisana phakathi kwabo, kokuthi, nguwuphi na kubo ekungathiwa ngomkhulu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku kwabakho ukubangisana phakathi kwabafundi ngokuba nguwuphi na kubo ekunokuthiwa ngoyena mkhulu.