Luke 22:25 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wati kubo: Okumkani babaheyideni bayabapata ngobukosi, nabo banegunya pezu kwabo bayabizwa ngokuti bangabenzeleli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uthe ke yena kubo, Ookumkani beentlanga bayazigagamela;kwanabo benza ngegunya kuzo, kuthiwa ngabancedi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uthe ke yena kubo, Ookumkani beentlanga bayazigagamela; kwanabo benza ngegunya kuzo, kuthiwa ngabancedi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYesu wathi kubo: “Ookumkani beentlanga balawula ngegqudu, kanti ke kwabona kuthiwa ngoothandabantu.