Luke 22:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati ke u‐Satane wangena ku‐Jude obebizwa ngelinye igama elingu‐Sikariyoti, engowasenanini labalishumi linababini.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wangena ke uSathana kuYuda, ogama limbi linguSikariyoti, ongowenani labalishumi elinababini.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wangena ke uSathana kuYuda, ogama limbi linguSikariyoti, ongowenani labalishumi elinababini.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wangena ke uSathana kuJudas ekuthiwa nguSikariyoti, owayengomnye wabafundi abalishumi elinambini.