Luke 22:31 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yayisiti inkosi: Simone, Simone! bona ke, u‐Satane uzibizele nina, ukuba a n ele njengenqolowa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ithe ke iNkosi, Simon, Simon, uyabona, uSathana ubenibanga, ukuba anele njengengqolowa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ithe ke iNkosi, Simon, Simon, uyabona, uSathana ubenibanga, ukuba anele njengengqolowa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYesu wathi: “Uyabona, wena Simon, uSathana ebenibanga efuna ukunihlungula okwengqolowa,