Luke 22:32 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa mna ndikutandazele wena, ukuze ukolo lwako lungapeli: nawe yiti, nxa ude waguquka, uqinise abazalwana bako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke mna ndikhungile ngawe, ukuba ukholo lwakho lungapheli;nawe ke, xa ubuye wabuya, uze ubazimase abazalwana bakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke mna ndikhungile ngawe, ukuba ukholo lwakho lungapheli; nawe ke, xa ubuye wabuya, uze ubazimase abazalwana bakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kodwa mna ndikuthandazele ukuba ukholo lwakho lungapheli. Nawe ke, xa uthe waguquka, uze uwomeleze amakholwa.”