Luke 22:36 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yandula yati kubo: Kodwa kaloku nje lowo unesidla makasipate, kwa nenxowa kanjalo: nalowo ongenaso, makatengise ngengubo yake, atenge isiṙele.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ithe ke kubo, Kungokunje, lowo unengxowa yemali makayithabathe, enjenjalo nonengxowa yomphako; nalowo usweleyo, makathengise ngengubo yakhe, athenge ikrele.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ithe ke kubo, Kungokunje, lowo unengxowa yemali makayithabathe, enjenjalo nonengxowa yomphako; nalowo usweleyo, makathengise ngengubo yakhe, athenge ikrele.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waza wathi kubo: “Ke ngoku lowo unesipaji makasithathe, enjenjalo nonengxowa yomphako, aze nalowo ungenakrele athengise ingubo yakhe alithenge.