Luke 22:37 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ndisiti kuni: Oku okuba̔liweyo kusafanele ukufezwa kum, okwokuti: Wabalwa nabagqita umteto; ngokuba izinto eziteta ngam zinesipelo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba ndithi kuni, Oku kubhaliweyo kusamele ukufezeka kum, khona oku: Wabalwa nabachasi-mthetho; kuba kananjalo izinto ezingam zinemfezeko.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba ndithi kuni, Oku kubhaliweyo kusamele ukufezeka kum, khona oku: Wabalwa nabachasi-mthetho;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Inene, kuya kwenzeka kum oko kubhaliweyo *eziBhalweni kwathiwa: ‘Wabalelwa kwizaphula-mthetho,’ kuba oko kubhaliweyo ngam akunakungenzeki.”