Luke 22:41 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza washenxa kubo kwanga kumgama wokujulwa kwelitye, waguqa ngamadolo, watandaza,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waziqhiwula yena kubo umgama ongangokugibisela ilitye, waguqa ngamadolo wathandaza,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waziqhiwula yena kubo umgama ongangokugibisela ilitye, waguqa ngamadolo, wathandaza,
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wasuka kubo, wathi qelele, waguqa ngamadolo, wathandaza