Luke 22:44 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza esekulweni okunzima watandaza ngokunyameka ngakumbi: kwati ukubila kwake kwanga kumatontsi amakulu egazi esiwa pantsi emhlabeni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uthe ke, eneminzunzu, kwaba kukhona athandaza enyamekile.Kwathi ke ukubila kwakhe kwanga kungamathontsi amakhulu egazi, esiwa emhlabeni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Esentlungwini enkulu, kwaba kukhona wathandaza enyamekile; kwasuka ukubila kwakhe kwaba njengamathontsi egazi, esiwa emhlabeni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Edandathekile kakhulu uYesu, kwaba kukhona athandaza ngenyameko, kwada ukubila kwakhe kwangathi ngamathontsi egazi esiwa emhlabeni.]