Luke 22:46 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
wati kubo: Yinina ukuba nilale? sukani nitandaze, ukuze ningangeni ekulingweni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi kubo, Yini na ukuba nilale? Vukani, nithandaze, ukuze ningangeni ekulingweni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi kubo, Yini na ukuba nilale? vukani nithandaze, ukuze ningangeni ekuhendweni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
waza wathi kubo: “Yini na ukuba nilale? Vukani, nithandaze, ukuze ningangeni ekulingweni.”